Choose a track to play
Yehova usisisthandwa sam
Ulibhunga elimnandi, uyimpilo emathanjeni am.
Uyilengoma emanaldi, ndandingazi ukuba ndoze ndifik'apha
Ndandisilwa nelizwi kobu bomi ngaphandle kwakho ziinyembezi nokufa
Ndandifile wandivusa, ndisuke ndafunyanwa ndingavumi namhla ndiyabona
lentsindiso yenzelwe mna