Elige una pista para reproducir
Nyuka
Nyuka
Nyuka
Nyuka
Nyuka
Nyuka
Nyuka
Nyuka
Bak'thathela phantsi (Nyuka)
Bavuya xa usiwa (Nyuka)
Kogqibela bani (Nyuka)
Sode si win (Nyuka)
Nyuka (Up)
Nyuka (Up)
Nyuka (Up)
Nyuka (Up)
Nyuka (Up)
Nyuka (Up)
Nyuka (Up)
Nyuka (Up)
Bak'thathela phantsi (Nyuka)
Bavuya xa usiwa (Nyuka)
Kogqibela bani (Nyuka)
Sode si win (Nyuka)
Hlel entanyeni ndiyabakrwitsha
Andibaniki space ndiyabaxina
Diniwe ndileqa uMadiba
Abafuna u win ndiyababiza
Thixo wena ungabaxolela
Mna ndizobabetha nge zulu
Ntshaba zizama undisondeza
Kodwa ndihamba phezulu
Khanya ngapha kwayo itonela
Sekushiyeke imizuzu
Mpumelelo yandombelela
Ngoku sendisiva negubu
Soze ntwana singa win
Soze ntwana singa win
Ngqumakho
Xabes'leqa singadinwa
Xabes'leqa singadinwa
Too up
Nyuka
Nyuka
Nyuka
Nyuka
Nyuka
Nyuka
Nyuka
Nyuka
Bak'thathela phantsi (Nyuka)
Bavuya xa usiwa (Nyuka)
Kogqibela bani (Nyuka)
Sode si win (Nyuka)
Nyuka (Up)
Nyuka (Up)
Nyuka (Up)
Nyuka (Up)
Nyuka (Up)
Nyuka (Up)
Nyuka (Up)
Nyuka (Up)
Bak'thathela phantsi (Nyuka)
Bavuya xa usiwa (Nyuka)
Kogqibela bani (Nyuka)
Sode si win (Nyuka)
Vuka
Vuk' usule khawlezisa
Kfikil' amajit' aph' izolw' ebeze nospeaker
Yho hayke yilegend
Ub' ith' iyay' awnak' uyjika
Yho awnapicture le ayityhafi sowuyoyisa
Abahlali babesith' uyaboniswa
Ugqithise nje oonyak' ababini wababonisa bothuka xa evalelisa
Ekhaya walungisa
Hamb' uyolwa naw' uzowina believer
Nyuka
Nyuka
Nyuka
Nyuka
Nyuka
Nyuka
Nyuka
Nyuka
Bak'thathela phantsi (Nyuka)
Bavuya xa usiwa (Nyuka)
Kogqibela bani (Nyuka)
Sode si win (Nyuka)
Nyuka (Up)
Nyuka (Up)
Nyuka (Up)
Nyuka (Up)
Nyuka (Up)
Nyuka (Up)
Nyuka (Up)
Nyuka (Up)
Bak'thathela phantsi (Nyuka)
Bavuya xa usiwa (Nyuka)
Kogqibela bani (Nyuka)
Sode si win (Nyuka)