Elige una pista para reproducir
Hallelujah
Bazalwane lengoma inembali
Ndathi kulonyaka xa uqala
Ndisembandazelweni enkulu
Kwavuka lengoma ethi bakhangela kuwe
Ndakhangela kuye kulongxaki ndandukuyo
Waze uthixo waphendula insteantly (My God)
Ndo thuswa
Eyonanto ke endothusileyo
Wathi umoyoy'ingcwele
Mandiyixelele abantu lento ndiyithethe ebantwini
Xa ndisenza ingoma ndifika estudio ndafika umntaka Mdingi
Eyi programile le ngoma kuyabonakala ukuthi ibidingwa ngamazulu
Kukhona abo abasengxakini endizothi kubo
Ungayeki ukhangela kuye noba zingakuty'inyoka
Kodwa bheka kuye uzakusindisa yena
Thank you Lord
Bakhangela (Bakhangela)
Oh bakhangela (Kuwe nkosi)
Abobantu bakho bawo (Abobantu bakho)
Babulela (Babulela)
Babulela bakuthembe (Bakuthembe)
Abobantu bakho (Abobantu bakho)
Bakhangela (Babulela bakuthembe)
Abobantu bakho Jehova (Abobantu bakho)
Babulela bakuthembe (Babulela bakuthembe)
Abobantu bakho (Abobantu bakho)
Bakhangela (Babulela bakuthembe)
Abobantu bakho (Abobantu bakho)
Babulela bakuthembe (Babulela bakuthembe)
Abobantu bakho (Abobantu bakho)
Bakhangela (Bakhangela kuwe nkosi)
Sijonge kuwe (Abobantu bakho)
Babulele Jehova (Babulela bakuthembe )
Sifuna nokuphila (Abobantu bakho)
Bakhangela (Babulela bakuthembe )
Bakuthembe Jesu (Abobantu bakho)
Babulela bakuthembe (Babulela bakuthembe)
Abobantu bakho (Abobantu bakho)
Yebo babulela (Babulela bakuthembe)
Abobantu bakho Jehova (Abobantu bakho)
Babulela Thixo wam (Babulela bakuthembe)
Abobantu bakho (Abobantu bakho)
Babulela bakuthembe (Babulela bakuthembe)
Siyakuthemba Jehova (Abobantu bakho)
Jehova siyabulela (Babulela bakuthembe)
Abobantu bakho (Abobantu bakho)