Elige una pista para reproducir
Sekudala sesihleli kulelali na (kulelali)
Sophelela kulelali na (kulelali)
Phumani kulelali na
Sekudala sesihleli kulelali na (phumani)

Yayivuk' ek'seni inthombi
Ihambe iyok' amanzi ibuye ipheke
Ithemba yintoleyo inqabileyo
Abazali abasekho, woh
Imphangelo inqabile, umm
Bubunzima es'phila kubo
Umm, kunzima
Sizoghuqa nedolo
Cel' uqamata akuvulel' indlela
Sizoyisus' indlala
Sizol'busi ikhaya
Bazovuya ekhaya
Bazovuya ekhaya
Sizoyisus' indlala
Sizol'busi ikhaya
Bazovuya ekhaya
Bazovuya ekhaya
Sekudala sesihleli kulelali (kulelali)
Sophelela kulelali na (kulelali)
Phumani kulelali na
Sekudala sesihleli kulelali na (phumani)
Sophelela kulelali na (kulelali)
Phumani kulelali na
Sekudala sesihleli kulelali na (kulelali)
Sophelela kulelali na (kulelali)
Phumani kulelali na
Sekudala sesihleli kulelali na (phumani)
Sophelela kulelali na (kulelali)
Phumani kulelali na
Ndibuthweli ubunzima
Balelali (balelali)
Ndivuke' ekseni
Nditshone entsimini
Ilanga litshis' entloko (tshis' entloko)
Ndibuy' eb'suku ndithweli inyanda
Ndirhuqa amanzi
Ndidiniwe ndidikiwe bubuhlwebu balelali (kubuhlwebu balelali)
Ndidiniwe (ndidiniwe), ndidikiwe (ndidikiwe) bubuhlwebu balelali
Ndidiniwe ndidikiwe