Elige una pista para reproducir
ndolulel' isandla
kumnyama empilweni yam'
ndolulel'
nanga lamathunz afika nenyani
ahamba nelanga, nokuncuma kwam'
andikwaz' ulala
ingqondo iyala
kubuya ingcinga
zokuzibulala
ndinovalo (oooh ooh ooh, ooh ooh ooh)
ndinovalo (oooh ooh ooh, ooh ooh ooh)
emini ndoyakwazi, ukuphilisana nani
ndinsuma ndiveze elokugqibela, ndibaleka iimizubo
ewe andifuni kukubuzwa
ngoba ukukhala akusizi
ngakho ndifihla zonke intlungu zam
ndilinde ubusuku (ndilinde ubusuku)
ndinovalo (oooh ooh ooh, ooh ooh ooh)
ndinovalo (oooh ooh ooh, ooh ooh ooh)
ndolulel' isandla
kumnyama empilweni yam'
ndolulel' isandla
kumnyama