Olothando olwakho Thixo
Elogazi (Elogazi Nkosi yam)
Izibele ezakho zonke
Mazihlale (Mazihlale apha kum)
Olothando olwakho Thixo
Elogazi (Elogazi Nkosi yam)
Ewe izibele eZakho zonke
Mazihlale (Mazihlale apha kum)
Zihlal'apha kum (Apha kum)
Zihlal'apha kum (Apha kum)
Zihlal'apha kum (Mazihlale apha kum)
Izibele zakho (Apha kum)
Izibele zakho (Apha kum)
Izibele zakho (Mazihlale apha kum)
Zihlal'apha kum (Apha kum)
Zihlal'apha kum (Apha kum)
Zihlal'apha kum (Mazihlale apha kum)
Yhu yhu yhu yhu (Yuh, yuh, yuh)
Yhu yhu yhu yhu (Yuh, yuh, yuh)
Yhu yhu yhu yhu (Yuh, yuh, yuh, yhu, yhu, yhu, yhu)
Yhu yhu yhu yhu (Yuh, yuh, yuh)
Yhu yhu yhu yhu (Yuh, yuh, yuh)
Yhu yhu yhu yhu (Yuh, yuh, yuh, yhu, yhu, yhu, yhu)
Yhu yhu yhu yhu (Yuh, yuh, yuh)
Yhu yhu yhu yhu (Yuh, yuh, yuh)
Yhu yhu yhu yhu (Yuh, yuh, yuh, yhu, yhu, yhu, yhu)
Zihlal'apha kum (Apha kum)
Zihlale kum (Apha kum)
Zihlale kum (Mazihlale apha kum)
Zihlal'apha kum (Apha kum)
Zihlal'apha kum (Apha kum)
Zihlal'apha kum (Mazihlale apha kum)
Yhu yhu yhu yhu (Yuh, yuh, yuh)
Yhu yhu yhu yhu (Yuh, yuh, yuh)
Yhu yhu yhu yhu (Yuh, yuh, yuh, yhu, yhu, yhu, yhu)
Yhu yhu yhu yhu (Yuh, yuh, yuh)
Yhu yhu yhu yhu (Yuh, yuh, yuh)
Yhu yhu yhu yhu (Yuh, yuh, yuh, yhu, yhu, yhu, yhu)
Zohlala njalo (Apha kum)
Zohlala njalo (Apha kum)
Njalo, njalo (Mazihlale apha kum)
Uthando Lwakho (Apha kum)
Ububele Bakho (Apha kum)
Inceba Yakho (Mazihlale apha kum)
Zihlale, zihlale, zihlale (Apha kum)
Zihlale njalo (Apha kum)
Zihlale kimi (Mazihlale apha kum)
Zihlale kum (Apha kum)
Zihlale kum (Apha kum)
Zihlale kum (Mazihlale apha kum)