Elige una pista para reproducir
Wazithwal'izono Yesu
Zono Yesu (Zingezono Zakho)
Walihlawula (Walihlawul'ityala Yesu)
Lingetyala (Lingetyala lakho)
Oh sithi wazithwala (Wazithwal'izono Yesu)
Zono Yesu (Zingezono Zakho)
Walihlawula (Walihlawul'ityala Yesu)
Lingetyala lakho (Lingetyala lakho)
Oh wena wawungumntu (Wawungumntu)
Wawungumntu (Onentsizi)
Onentsinzi (Ungemoni wena)
Laphalala (Laphalal'igazi lakho)
Weee (Uyingcwele wena)
Haibo siyaxolelwa (Sixolelwa siphiliswa)
Siphiliswa (Ngezontlungu zakho)
Siyahlanzwa (Siyahlanjwa ezonweni)
Ngale logazi lakho (Ngelo gazi lakho)
Laphalala gazi lakho (Laphalal'igazi lakho)
Weee (Uyingcwele wena)
Laphalala igazi lakho (Laphalal'igazi lakho)
Weee (Uyingcwele wena)
Yebo yebo laphalala gazi lakhe (Laphalal'igazi lakho)
Ngcwele ngcwele (Uyingcwele wena)
Laphalala gazi lakhe (Laphalal'igazi lakho)
(Uyingcwele wena)
Laphalala gazi lakho (Laphalal'igazi lakho)
Ngcwele ngcwele (Uyingcwele wena)
Laphalala laphalala (Laphalal'igazi lakho)
Oh (Uyingcwele wena)