Elige una pista para reproducir
Kubo bonke oThixo
Akekho (Akekho onje ngawe)
Kuba inceba zakhe (Kuba inceba zakhe)
Inceba zakho (Zimi ngonaphakade)
Zimile ngonaphakade (Zimi ngonaphakade)
Ezintsizini zethu baba wami (Iliso liyabona)
Kuba inceba zakhe (Kuba inceba zakhe)
Zona zimile nkosi yam (Zimi ngonaphakade)
Zimile ngonaphakade (Zimi ngonaphakade)
Wena wondla izinto zonke ngesandla sakho
(Ngaso isandla sakho sokunene)
Isandla sakho esinobubele
Kuba inceba zakhe
Inceba zakhe nkosi yam (Zimi ngonaphakade)
Inceba zakhe nkosi yam (Zimi ngonaphakade)
Kubo bonke oThixo
Akekho (Akekho onje ngawe)
Imimangaliso yakho somandla
Ndiyibona apha imi nkosi yam
Kuba inceba zakhe zimi
Inceba zakhe
Ndithi kuba inceba zakhe
Inceba zakhe nkosi yami
Kuba inceba zakho Jehova
Inceba zakho baba (Zimi ngonaphakade)
Inceba zakho (Zimi ngonaphakade)
Undibona ndinje (Zimi ngonaphakade)
Ndizibona apha kum (Zimi ngonaphakade)
Inceba zakho baba (Zimi ngonaphakade)
Inceba zakho (Zimi ngonaphakade)
Nawe bhuti wam (Zimi ngonaphakade)
Zimile phakade (Zimi ngonaphakade)
Zimile phakade (Zimi ngonaphakade)
Zimile phakade (Zimi ngonaphakade)
Zimile phakade (Zimi ngonaphakade)
Zimile phakade (Zimi ngonaphakade)
Inceba zakho baba (Zimi ngonaphakade)
Inceba zakho (Zimi ngonaphakade)
Inceba zakho (Zimi ngonaphakade)
Ndizibona apha kum (Zimi ngonaphakade)