(Mhh mhh mhh hayi)
(Mhh mhh mhh hayi) Nokundikhuthaze nguwe
(Mhh mhh mhh hayi)
(Mhh mhh mhh hayi) Nokundikhuthaze nguwe
(Mhh mhh mhh hayi)
(Mhh mhh mhh hayi) Nokundikhuthaze nguwe
(Mhh mhh mhh hayi)
(Mhh mhh mhh hayi) Nokundikhuthaze nguwe
Ngisuke le ekhaya ndizele umbeleko
Ndafika apha ndafidwa nguwe
Ama join ami awozimba aya belelela
Ndafika avuswa nguwe
Inkwenkwezi zami bezingakhanyi
Kodwa zaqhanyiswa nguwe
Nguwe nguwe nguwe
Thixo Somandla nguwe
Ngisuke le ekhaya ndizele umbeleko
Ndafika apha ndafidwa nguwe
Ama join ami awozimba aya belelela
Ndafika avuswa nguwe
Inkwenkwezi zami bezingakhanyi
Kodwa zaqhanyiswa nguwe
Nguwe nguwe nguwe
Thixo Somandla nguwe
Nguwe nguwe nguwe
Thixo Somandla nguwe
Nguwe nguwe nguwe
Thixo Somandla nguwe
Nguwe nguwe nguwe
Thixo Somandla nguwe
Nguwe nguwe nguwe
Thixo Somandla nguwe
Ukuphuma kwelanga
Ukufezeka kwamaphupho hayi
Ukutshona kwalo kugel’ inyanga
Ngizwa ngikhathele ngumsebenzi ng'yabonga
Mama noTata ndiyabulela
Ndiyabulela ngokundikhulula (Ngokundikhulula)
Sisi wam noButi ndiyabulela
Ndiyabulela ngokundikhuthaza mani (Ngokundikhuthaza)
Ngisuke le ekhaya ndizele umbeleko
Ndafika apha ndafidwa nguwe
Ama join ami awozimba aya belelela
Ndafika avuswa nguwe
Inkwenkwezi zami bezingakhanyi
Kodwa zaqhanyiswa nguwe
Nguwe nguwe nguwe
Thixo Somandla nguwe
Ngisuke le ekhaya ndizele umbeleko
Ndafika apha ndafidwa nguwe
Ama join ami awozimba aya belelela
Ndafika avuswa nguwe
Inkwenkwezi zami bezingakhanyi
Kodwa zaqhanyiswa nguwe
Nguwe nguwe nguwe
Thixo Somandla nguwe
Nguwe nguwe nguwe
Thixo Somandla nguwe
Nguwe nguwe nguwe
Thixo Somandla nguwe
Nguwe nguwe nguwe
Thixo Somandla nguwe
Nguwe nguwe nguwe
Thixo Somandla nguwe
Nguwe nguwe nguwe
Thixo Somandla nguwe
Nguwe nguwe nguwe
Thixo Somandla nguwe
Nguwe nguwe nguwe
Thixo Somandla nguwe
Nguwe nguwe nguwe
Thixo Somandla nguwe