Выберите трек для воспроизведения
Msindisi waboni (Ndisondela kuwe)
Msindisi waboni (Ndizibika kuwe)
Akukho (Akukho nalinye endilithethayo)
Akukho (Akukho nangako endizingcoma ngayo)
Ndisindwa (Ndisindwa ngumthwalo)
Ngumthwalo (Ondixabisayo)
Umncedi andinaye ondikhululayo
Akukho (Akukho nalinye endilithethayo)
Akukho (Akukho nangako endizingcoma ngayo)
Asikukho (Asikukho nokuba)
Ndililo (Ndililo itshaku)
Ndithwele (Ndithwele intloni zokuba ndingumoni)
Akukho (Akukho nalinye endilithethayo)
Akukho (Akukho nangako ndizingcoma ngayo)
Ndigcolile (Ndigcolile kanye)
Emphefumlweni (Emphefumlweni)
Ndiyinto (Ndiyiyo intlama eselusizini)
Akukho (Akukho nalinye endilithethayo)
Akukho (Akukho nangako endizingcoma ngayo)
Ndakuma (Ndakuma ngenkosi )
Ndiyinto (Ndiyinto engento)
Ndiyazi ukuba (Ndiyazi ukuba andiyikugxothwa)
Akukho (Akukho nalinye endilithethayo)
Akukho (Akukho nangako ndizingcoma ngayo)
Ndibamba amadinga (Ndibamba amadinga)
Amadinga (Owa bekileyo)
Ndiwagcinile (Ndiwagcinile amazwi owathethileyo)
Akukho (Akukho nalinye endilithethayo)
Akukho (Akukho nangako endizingcoma ngayo)
Msindisi (Msindisi waboni)
Waboni (Ndisondela kuwe)
Msindisi (Ungumsindisi waboni ndiphelela kuwe)
Akukho (Akukho nalinye endilithethayo)
Akukho (Akukho nangako endizingcoma ngayo)