Выберите трек для воспроизведения
Usathane uyandizulela(Hayi uyadlala akasoze andifumane)

Usathane uyandizulela (Hayi uyadlala akasoze andifumane)
Akasoze andifumane (Hayi uyadlala akasoze andifumane)

Ndingumntwana kaJesu mina (Hayi uyadlala akasoze andifumane)

Usathana akanamadla (Hayi akanawo akanawo hayi akanawo)

Oh hayi akanawo (Hayi akanawo)
Oh hayi akanawo (Hayi akanawo)
Oh hayi akanawo (Hayi akanawo)
Oh hayi akanawo (Hayi akanawo)
Oh hayi akanawo (Hayi akanawo)
Oh hayi akanawo (Hayi akanawo)