Оберіть трек для відтворення
Kudal' usithi uyeza uman' ujika phaa
Awufun' ukulahl' umlenze awufuni ukulala kwam?
Woza nana, woza mama jaiva nam
Namhlanje lithuba lam
Koze kutshon ilanga
Kuphinde kuvel inyanga
Ndiqale ndak' buza ubuyagcwala ngam?
Uyand fatela or udlala ngam?
Ngok ndiyak' cela jaiva nam
Uba uyasela bloma nam