Оберіть трек для відтворення
Ngaphesheya kwe nciba yindoda, yindoda nge ntlanti zayo
Ubudoda luxanduva abufani nobukhwenkwe
Ngendisolatha kwi Nkosi leyayi nga'ngam
Ndonqena nje ukoma imimango ndisuke ndophule amacango
Eli ibihleli ilinqwanqwa loku gqibela elingafikelelwayo zizidodo
Ubudoda luxanduva abufani nobukhwenkwe (yey, yey!)
Hhayi mababizwe
Hhayi mababuye
Hhayi mabasondele