Оберіть трек для відтворення
Andiwanaki amanxeba am,
Uzowapholis' uBawo
Andiwanaki amanxeba am (Andiwanaki amanxeba am)
Uzowapholis' uBawo (Uzowapholisa)
Andiwanaki amanxeba am (Ngith' andiwanaki, andiwanaki
Amanxeba am)
Uzowapholis' uBawo (Uzowapholisa)
Uzowapholis' uBawo (Ngith' Uzowapholisa, Uzowapholisa
Amanxeba am)
Uzowapholis' uBawo (Uzowapholisa)
Uzowapholis' uBawo (Ngith' Uzowapholisa, Uzowapholisa
Amanxeba am)
Uzowapholis' uBawo (Uzowapholisa)
Xa ndandishiywa, zizihlobo zam (Xa ndandishiywa, Xa ndandishiywa
Zizihlobo zam)
Kwavela kwamnyam' ebomini bam (Kwavela kwamnyama)
Xa ndandilele, ezi-seleni (Xa ndandilele, xa ndandilele, ezi-seleni)
Kwaphel' amathemb' ebomini bam (Kwaphel' amathemba)
Uzowapholis' uBawo (Ngith' Uzowapholisa, Uzowapholisa
Amanxeba am)
Uzowapholis' uBawo (Ngith' Uzowapholisa)
Uzowapholis' uBawo (Ngith' Uzowapholisa, Yeb' Uzowapholisa
Amanxeba am)
Uzowapholis' uBawo (Uzowapholisa)
Ti ma ma ma ma
Ti ma ma ma ma
Ti ma ma ma ma, ma ma ma ma
Ti ma ma ma ma
Ti ma ma ma ma
Ti ma ma ma ma, ma ma ma ma
Uzowapholis' uBawo (Ngith' Uzowapholisa, Uzowapholisa
Amanxeba am)
Uzowapholis' uBawo (Uzowapholisa)
Uzowapholis' uBawo (Ngith' Uzowapholisa, Uzowapholisa
Amanxeba am)
Uzowapholis' uBawo (Uzowapholisa)
Uzowapholis' uBawo
Uzowapholis' uBawo
Uzowapholis' uBawo
Uzowapholis' uBawo (Uzowapholisa)
Mhmm, Thula mama (Uzowapholis' uBawo)
Nob' uBab' angahamb' ekhaya, Ngith' uzowapholisa (Uzowapholis' uBawo)
Lomanxeb' entliz'yweni yakho (Uzowapholis' uBawo)
Naba shiy'emhlabeni (Uzowapholis' uBawo)
Sobabona ngelo langa, elo lang' elihle (Uzowapholis' uBawo)
Elo lang' elihle
Uzowapholisa, Uzowapholisa (Uzowapholis' uBawo)
Uzowapholisa, Uzowapholisa, Uzowapholisa (Uzowapholis' uBawo)