Nkosi uba ubungafanga
Ubungafanga (Wacama ubomi bakho)
Wancama ubomi bakho (Ngeba sisancenga ubunzima)
Sisancenga ubunzima nkosi (Sisindwa zizono)
Sisindwa zizono (Sisindwa zizono)
Wathwala (Wathwala isiphambano)
Isiphambano (Ungonanga lutho)
Ungonanga lutho(Bakudwesa izithaba)
Izithaba (Waf'ungenatyala)
Waf'ungenatyala (Waf'ungenatyala)
Kwakungeke (Kungeke kuphel'edini)
Kuphel'edini (Ukuthanda wena)
Ukuthanda wena (Ndikhumbul'iGetsemane)
IGetsemane (Undihluphekela)
Undihluphekela (Undihluphekela)
Hayi akungeke (Kungeke kuphel'edini)
Kuphel'ekimi (Ukuthanda wena)
Ukuthanda wena (Ndikhumbul'eGolgotha)
Ndikhumbul'iGolgotha nkosi (Undihluphekel)
Ubethwa ngenxa yami nkosi yami (Undihluphekela)
Undihluphekela (Undihluphekela)
Undihluphekela (Undihluphekela)
Sesisindwa zizono (Sisindwa zizono)
Sesisindwa zizono (Sisindwa zizono)
Kwakungena tyala(Kwakungena tyala)
Kwakungena tyala(Kwakungena tyala)
Undihluphekela (Undihluphekela)