Ndolinda kude
Phandle kwesibaya
Izwa izwi lithi
Oh (Buyelekhaya)
Buya mntwana buya
Ubuyele khaya
Musuk’ulibala (Musukulibala)
Oh buyelekhaya
Izwe ngosukulonke
Yilendlal’enkulu
Woza ekuhleni
Wombuso wezulu
Buya mntwana buya
Ubuyele khaya
Musuk’ulibala (Musukulibala)
Ungalibali (Oh buyelekhaya)
Shiy’indlela embi
Ephambukisayo
Buya elusizini
Olu hlabayo
Buya mntwana buya
Ubuyele khaya
Musuk’ulibala (Musuk’ulibala)
Oh buyelekhaya
Wena usathandwa
Uhlalelw’ekhaya
Sekuphelile (Sekuphelile)
Okwaya lana
Buya mntwana buya
Ubuyele khaya
Musuk’ulibala (Musukulibala)
Ungalibali (Buy’elekhaya)
Buya mntwana (Buya mntwana buya)
Ubuyele khaya
Musuk’ulibala (Musukulibala)
Oh buyelekhaya