Thixo aku (Thixo aku nanqaleko )
Thixo aku (Thixo aku nanqibeko)
Ukho endawo (Ukho endaweni zonke)
Ukho ngamaxesha onke
Phaya ezi (Phaya ezinkwenkwezini )
Ukho wena (Ukho wena ezulwini )
Waku gade (wakugad'eselikhona)
(Xa singeka bikhona )
Zoda (Zoda zigqibeke zonke )
Utitshala (Utitshabalala konke)
Kube wena (Kube wena ungapheli)
(Kube wena usahleli )
Phaya ezi (Phaya ezinkwenkwezini )
Ukho wena (Ukho wena ezulwini )
Waku gade (wakugad'eselikhona)
(Xa singeka bikhona )
Zoda (Zoda zigqibeke zonke )
Utitshala (Utitshabalala konke)
Kube wena (Kube wena ungapheli)
(Kube wena usahleli )