Ndiya nqophisana (Ndiya nqophisana nawe)
Bawo (Bawo ndenze owakho)
Ndiya nqophisana (Ndiya nqophisana nawe)
Bawo (Bawo ndenze owakho)
Mandibe ngowakho (Mandibe ngowakho)
Mandibe ngowakho (Mandibe ngowakho)
Mandibe ngowakho (Mandibe ngowakho)
Ndibe ngowakho (Mandibe ngowakho)
Ndiya nqophisana (Ndiya nqophisana nawe)
Bawo (Bawo ndenze owakho)
Mandibe ngowakho (Mandibe ngowakho)
Mandibe ngowakho (Mandibe ngowakho)
Ndibe ngowakho (Mandibe ngowakho)
Ndibe ngowakho (Mandibe ngowakho)
Ndiya nqophisana (Ndiya nqophisana nawe)
Bawo (Bawo ndenze owakho)
Yithathe yonk’impilo
Impilo yami somandla bawo
Ndenz’isidalwa sakho esitsha
Sendiyanikela ngomzimba
Ndinikela ngoqobo lwami
Bawo Bawo ndenzo
Mandibe ngowakho (Mandibe ngowakho)
Mandibe ngowakho (Mandibe ngowakho)
Ndibe ngowakho (Mandibe ngowakho)
Mandibe ngowakho (Mandibe ngowakho)
Ndiya nqophisana (Ndiya nqophisana nawe)
Bawo (Bawo ndenze owakho)
Ndiya nqophisana (Mandibe ngowakho)
Ndiyacela Baba (Mandibe ngowakho)
Ndibe ngowakho (Mandibe ngowakho)
Uthath’uqobo lam (Mandibe ngowakho)
Ndiya nqophisana (Ndiya nqophisana nawe)
Bawo (Bawo ndenze owakho)
Ndisebenzise (Ndiya nqophisana nawe)
Ndibe sisisebenzi (Bawo ndenze owakho)
Ndiyazinikela kuwe somandla (Ndiya nqophisana nawe)
Ndeze owakho Jehova (Bawo ndenze owakho)
Mandibe ngowakho (Mandibe ngowakho)
Ndibe ngowakho (Mandibe ngowakho)
Mandibe ngowakho (Mandibe ngowakho)
Ndibe ngowakho (Mandibe ngowakho)
Ndibe ngowakho (Ndiya nqophisana nawe)
Bawo (Bawo ndenze owakho)
Ndenz’owakho (Mandibe ngowakho)
Ndenz’owakho (Mandibe ngowakho)
Mandibe ngowakho (Mandibe ngowakho)
Mandibe ngowakho (Mandibe ngowakho)
Ndiya nqophisana (Ndiya nqophisana nawe)
Bawo (Bawo ndenze owakho)